SuperMusic.sk
Bongeziwe Mabandla Bongeziwe Mabandla — afro-folk | 🌍 ZA | 🎵 1 pieseň | 👁️ 39 zobrazení | 👥 7 návštevníkov za mesiac
🎸 Ladička
+ Bongeziwe Mabandla - Ndokulandela ☆ 👁️ 40 ☆ ☆ ☆ ☆ ☆ Ohodnoť ako prvý → mumi ✍️ Bongeziwe Mabandla 🎵 Bongeziwe Mabandla
Indinyana 1 Phambi kwabantu bonke, mina ndiyafunga Uba bom' endibuphila, ndibushiya emva Lemini isisi'phawulo, iyah ndiyazazisa Andisenguye mna lo ndandinguye [Chorus] Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zo bo... Zobomi bam', zobomi bam' Zobomi bam', zobomi bam' Indinyana 2 Nhliziyo yami yonke Ndiyibeka phambi kwakho Andisenawo, wona amandla Ndincede bawo Uzundamukele, uyikhombe indlela Ukuze ndihambe [Chorus] Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zo bo... Zobomi bam', zobomi bam' Zobomi bam', zobomi bam' [Bridge] Izwe lingangijekela Bantu bangiflathele Mna andijiki ndoku... Ndokulandela [Chorus] Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zobomi bam Ndokulandela, wena Noma wena uyaphi na Ndokuhamba nawe Zonke imini zo bo... Zobomi bam', zobomi bam' Zobomi bam', zobomi bam'
🏆 Pozri si TOP 100 najhranejších piesní →

💬 Komentáre

Pridať komentár

Maximálne 1000 znakov
SuperMusic18.6.2026 18:31
📰 Mabandla v médiách: Bongeziwe Mabandla: juhoafrický hlas, ktorý spája xhoský folk s elektronikou
SuperMusic18.6.2026 00:00
📝 Pridaný text piesne "Ndokulandela" od Mabandla na SuperMusic.sk

Buďte prvý kto napíše komentár! 🎵